Imibuzo: ...
Ohloniphekileyo /Mnumzana
UMTHETHO WEMBUYEKEZO KWINGOZI NEZIFO EMSEBENZINI ,1993 ISOHLWAYO ESIBEKIWEYO NGOKWECANDELO/ISIQENDU 82 
Umvuzo (intlawulo) ebhatelwe... Yahluke kakhulu kunaleyo ibhatalwe ... Ukuphendulaumbuzo ..., umbandela(isilungiso)...
Imbuyekezo yomhla ... ibonisa isixa... R...ibonisiwe.
phakathi kwesambuku sentlawulo zombini.
Le ntetho ichaza imbuyekezo yemivuzo ebalulwe ngasentla inanziwe/injongwe ngokukhathaleleka. Isahluko/Icandela 823 somthetho sifundeka ngolu hlobo: Ukuba kwimbuyekezo ebalulwe kwisahlukwana 1 imali yembuyekezo ingaphantsi kwaleyo ethe yabhatalwa. uMkomishala angabeka isohlwayo engagqithi kwi persenti eziyi 10 yemali ebonisiweyo naleyo ethe yabhatalwa.
Kubalulekile ngoko ukwazi ukuba isohlwayo asixhomekekanga ekubeni kungqinakala ukuba bekunikwe iinkcukacha ezibubuxoki ngenjongo zobuqhophololo. Ukunganyameki ke ngoko ayisosizathu.
Imbuyekezo ke ngoko ingqinisekile ukuba iyinyani, kufuneka ke ngoko unike ulwazi olulungileyo phambi kokutyikitya (sayina).
Isohlwayo asisayi kuyekwa.
Owakho ozithobileyo
